Ityala Lamawele 2

R79.99

  • Synopsis
  • Additional information

Synopsis

fpb

Title:   Ityala Lamawele 2

Starring:   Xhosa Drama

Sibona indlela amawele, uwele nobabini (b)azelwe ngayo, ezalwa ngunina unojayiti noyise uvuyisile kwilali yasethoboshane. Ngenxa yezizathu ezithile ke amaweleaye ohlukaniswa.emveni kweminyaka elishumi elinesithoba adibanaamawele, abahlali ke banomnqa. Uphekesa ufuna inkomo kumkhuluwa wakhe uvuyisile ngokumfihlela ubabini iminyaka elishumi elinesithoba.

Uvuyisile uxhela inkunzi yenkomo, elungiselela uhambo vwakhe oluya eluvulweni. Uyaleza abahlali ukuba bajonge usapho lwakhe. Usapho nabahlali basethoboshane bafumana ingxelo yokuba uvuyisile uye wasutywa kukufa. Uphekesa nomgqaliso baxabana ngemiba yomzi kavuyisile. Amawele aya esuthwini. Isithunywa sikabawo sityelela abahlali belali yasethoboshane, sibayala ngezinto ezizakwenzeka.

Amawele abuya esuthwini emveni kwenyanga ezintandathu. Isimilo sikababini sithande ukutshintsha, ulwela isikhundla. Ubabini uphazamisa isiko lika nozici. Uwele uthatha amanyathelo aqatha ngesimilo sikababini. ukungavani (ukungaboni ngasonye) kukawele nobabini kudala ukungavisisani nakubantu bonke endlini. Ubabini ubizelwa enkundleni. ityala liyaqhubeka.

Uteyase no singisa babizelwa ematyaleni. Umamvulane ukuthaza unojayiti okhathazekileyo ngabantwana bakhe. unozici ucenga uwele ukuba arhoxise ityala. Uvuyisile ufikela uwele emaphupheni. Abantu bakomkhulu bacela ukhulile ukuba ayokubasombulela ityala lamawele. ookhulile bafika ethoboshane, ityala liyaqhubeka. ukhulile uchaza izimvo zakhe. Uhintsa uwisa isigwebo. ubabini ubuyela ekhaya. Usapho luka vuyisilelulungiselela umsebenzi wokuhlamba ikhaya. Ubabiniucela uxolo Iityala lamawele.

Additional information

Title:

Starring:

Age Restriction:

Category:

Bar Code:

Format:

TV System:

Region:

Product Code:

FREQUENTLY BOUGHT TOGETHER

+ +
Price for all three:   R159.97